EasyManua.ls Logo

Essentials FK-0901 - Page 21

Essentials FK-0901
31 pages
To Next Page IconTo Next Page
To Next Page IconTo Next Page
To Previous Page IconTo Previous Page
To Previous Page IconTo Previous Page
Loading...
ISIXHOSA
Ukunciphisa umngcipheko weengozi zombane, akucetyiswa ukusetyenziswa
kwentambo eyandisiwe okanye iadaptha yeplagi.
LE KETILE YEYOKUBILISA AMANZI KUPHELA.
Le ketile mayisetyenziswe kuphela ngesitendi I isiseko esinikeziweyo.
Musa ukusisebenzisa isixhobo kumphezulu werhasi okanye wesipheki sombane
okanye kwioveni okanye ecaleni kwedangatye elivulekileyo.
YAZI IKETILE YAKHO
1. Isiciko esitshixayo
2. Isihluzi-manzi esisukayo
3. Umboko
4. Igeyiji yamanzi
5. Umqheba
6. Iswitshi enesalathisi
7. Isiseko sombane
INKCUKACHA
Umthamo
Ivolteji
Iwattage
Iplagi
Ithemostati
: Iilitha eziyi-1.70
: AC 220-240 V/50 Hz
: 1850-2200W
: iplagi yasemhlabeni eyi-3-pin. (ukunciphisa umngcipheko
wokukhatywa ngumbane)
: i-Strix brand
UKUSEBENZISA IKETILE YAKHO
Phambi kokuyisebenzisa okokuqala, nceda ulandele le miyalelo ilandelayo:
1. Shenxisa zonke izinto zokuphakheja kunye naziphi na iileyibheli.
2. Zalisa iketile iye kwinqanaba lika-“MAX”. Bilisa. Wachithe amanzi. Yiphinde kabini le
nkqubo.