ISIKHOKELO SEZIXHOBO ZASEKHITSHINI
1. Imathiriyeli efanelekileyo yesixhobo semayikhroweyivu sesingenisa ukukhanya
kwimayikhroweyivu, ivumela amandla agqithe kwisiqulatho size senze ukutya kube shushu.
2. Imayikhroweyivu ayikwazi ukugqobhoza kwintsimbi, ngoko ke izixhobo zentsimbi okanye izitya
ezinomhombiso wentsimbi akumele zisetyenziswe.
3. Musa ukusebenzisa iimveliso zamaphepha ezisetyenziswe ngokutsha xa kuphekwa
ngemayikhroweyivu, njengoko zinokuqulatha amaqhekezana entsimbi anokudala
iintlantsi kunye/okanye imililo.
4. Izitya ezingqukuva/ezimbhoxo kunezo zisisikwere/ezibuxande kucetyiswa zona, njengoko
ukutya kuthanda ukuphekeka okugqithisileyo kwiikona.
5. Imicu emincinane yefoyile yealuminam inokusetyenziswe ukuthintela ukuphekeka
okugqithisileyo kweendawo ezivelileyo. Kodwa lumka ungayisebenzisi kakhulu kwaye
ugcine umgama weintshi e-2.54cm phakathi kwefoyile nodonga.
Uluhlu olungaphantsi lusisikhokelo esithe gabalala sokukunceda ukhethe izixhobo zasekhitshini
ezichanekileyo.